Uisaya 43:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ningamangqina am, utsho uYehova, nina ningumkhonzi wam endimnyulileyo; ukuze nazi, nikholwe ndim, niqonde ukuba ndim; phambi kwam akubunjwanga thixo, nasemva kwam akuyi kubakho namnye.

Uisaya 43

Uisaya 43:1-17