Uisaya 42:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke bona ngabantu abaphangiweyo, abahluthiweyo, ababotshelelwe emingxunyeni bonke bephela, abafakwe ezintolongweni, baba lixhoba, akwabakho mhlanguli; baba ngabahluthiweyo, akwabakho uthi, Buyisa.

Uisaya 42

Uisaya 42:14-25