Uisaya 42:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngubani na oyimfama, ingenguye umkhonzi wam? osisithulu njengomthunywa wam endimthumayo? Ngubani na oyimfama njengenqogu, oyimfama njengomkhonzi kaYehova?

Uisaya 42

Uisaya 42:11-21