Uisaya 42:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Vumani kuYehova ingoma entsha, indumiso yakhe kwaseziphelweni zehlabathi, nina bahla baye elwandle, nenzaliseko yalo, nina ziqhithi nabemi bazo.

Uisaya 42

Uisaya 42:6-14