Uisaya 42:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mboneni ke umkhonzi wam endimxhasayo; umnyulwa wam, okholwa nguye umphefumlo wam. Ndibeke uMoya wam phezu kwakhe; uya kukuphumelelisa okusesikweni ezintlangeni.

Uisaya 42

Uisaya 42:1-7