Uisaya 41:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba mna, Yehova Thixo wakho, ndiya kusibamba isandla sakho sokunene; ndingóthi kuwe, Musa ukoyika, ndiya kukunceda mna.

Uisaya 41

Uisaya 41:5-14