Uisaya 41:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

musa ukoyika, kuba ndinawe mna; musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho; ndikukhaliphisile, ewe, ndikuncedile, ndikuxhasile ngesandla sam sokunene sobulungisa bam.

Uisaya 41

Uisaya 41:3-17