Uisaya 40:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akwazi na? akuvanga na, ukuba uThixo ongunaphakade nguYehova, uMdali weziphelo zehlabathi? Akatyhafi, akadinwa; ayinakugocwagocwa ingqondo yakhe.

Uisaya 40

Uisaya 40:26-31