Uisaya 40:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Phakamiselani amehlo enu phezulu, nibone: ngubani na owadala ezi zinto? Ngulokhupha umkhosi wazo ngamaqela, uzibiza zonke ziphela ngamagama, ngenxa yobukhulu bokomelela, ekhaliphile ngamandla; akusali nanye.

Uisaya 40

Uisaya 40:20-31