Uisaya 40:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Iya kuwalúsa umhlambi wayo njengomalusi; iya kuwabutha ngeengalo zayo amatakane, iwathwale ngesifuba sayo, izithundeze ezanyisayo.

Uisaya 40

Uisaya 40:7-21