Uisaya 39:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baya kuthabatha nakoonyana bakho abaya kuphuma kuwe, oya kubazala, babe ngababusi ebhotweni lokumkani waseBhabheli.

Uisaya 39

Uisaya 39:1-8