Uisaya 39:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waya uIsaya umprofeti kukumkani uHezekiya, wathi kuye, Atheni na la madoda? avele ngaphi na ukuza kuwe? Wathi uHezekiya, Avele ezweni elikude eBhabheli, esiza kum.

Uisaya 39

Uisaya 39:1-8