Uisaya 39:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngelo xesha uMerodaki-bhaladan, unyana kaBhaladan, ukumkani waseBhabheli, wathumela incwadi nomnikelo kuHezekiya; kuba wayevile ukuba ubesifa, wabuya wachacha.

Uisaya 39

Uisaya 39:1-3