Ophilileyo, ophilileyo nguye owokuncoma, njengam nje namhla.Uyise uya kukwazisa ukunyanisa kwakho koonyana.