Uisaya 38:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabona, baba lusindiso kum ubukrakra obukhulu.Wena ke ngokundithanda, wawurhola umphefumlo wam esihogweni sokonakala;Ngokuba izono zam uzilahlile emva komhlana wakho.

Uisaya 38

Uisaya 38:8-22