Uisaya 38:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndathi mna, yakubon' ukuba ithe cwaka imihla yam, mandimke ndiye emasangweni elabafileyo;Ndivelelwe, ndayihluthwa eseleyo iminyaka yam.

Uisaya 38

Uisaya 38:1-11