Uisaya 37:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uIsaya kubo, Nothi kwinkosi yenu, Utsho uYehova ukuthi, Musa ukoyikiswa ngamazwi owavileyo, abandinyelise ngawo abafana bakwakumkani waseAsiriya.

Uisaya 37

Uisaya 37:3-11