Uisaya 37:36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwaphuma ke isithunywa sikaYehova, saxabela emkhosini wama-Asiriya ikhulu elinamanci asibhozo anesihlanu amawaka. Bavuka kusasa, nango ezizidumbu ezifileyo onke.

Uisaya 37

Uisaya 37:30-38