Uisaya 37:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yehova wemikhosi, Thixo wakwaSirayeli, wena uhleli phakathi kweekerubhi,* unguye uThixo wena wedwa kwizikumkani zonke zehlabathi; wena ulenzile izulu nehlabathi.

Uisaya 37

Uisaya 37:7-22