Uisaya 36:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Khawubekelane kaloku nenkosi yam, ukumkani waseAsiriya; ndokunika amawaka amabini amahashe, ukuba unako ngecala lakho ukukhupha abakhweli bokukhwela kuwo.

Uisaya 36

Uisaya 36:6-17