Uisaya 36:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Musani ukumphulaphula uHezekiya, ngokuba utsho ukumkani waseAsiriya ukuthi, Xolisanani nam, niphume nize kum, nidle elowo umdiliya wakhe, elowo umkhiwane wakhe, nisele elowo amanzi equla lakhe;

Uisaya 36

Uisaya 36:7-18