Uisaya 35:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yithini kwabantliziyo zingxamayo, Yomelelani, ningoyiki. Yabonani, uThixo wenu uyeza enempindezelo, enembuyekezo kaThixo; uya kuza yena anisindise.

Uisaya 35

Uisaya 35:1-10