Uisaya 34:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uya kuvunda wonke umkhosi wezulu, lisongwe izulu njengencwadi, wonke umkhosi walo ubune njengokubuna kwegqabi emdiliyeni, njengokubuna kwegqabi emkhiwaneni.

Uisaya 34

Uisaya 34:1-10