Uisaya 34:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Loba lilifa lengcwangube nokhwalimanzi, kuhlale kulo ifubesi nehlungulu, olule phezu kwalo ulutya lokulinganisa lwakwanyanyeni, nelothe yokulungelelanisa yakwalubala.

Uisaya 34

Uisaya 34:5-17