Uisaya 33:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bayankwantya eZiyon aboni, abaziintshembenxa babanjwe kukuthuthumela; bathi, Ngubani na ke kuthi onokuphambukela emlilweni odlayo? ngubani na ke kuthi onokuphambukela emalangatyeni angunaphakade?

Uisaya 33

Uisaya 33:8-24