Uisaya 33:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yeha ke, mbhuqi, wena ke ungabhuqwanga; nginingini, wena ke ungatshinizelwanga! Wakugqiba ukubhuqa, uya kubhuqwa; wakukufeza ukunginiza, uya kunginizelwa.

Uisaya 33

Uisaya 33:1-2