Uisaya 32:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuya kuphuma imithi enameva namakhakakhaka emhlabeni wabantu bakowethu; ewe, naphezu kwezindlu zonke zemihlali kumzi odlamkileyo.

Uisaya 32

Uisaya 32:5-15