Uisaya 30:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabona, igama likaYehova liyeza, livela kude, uvutha umsindo wakhe, kuthe shinyi umsi; umlomo wakhe ulephuza amagwebu, ulwimi lwakhe lunjengomlilo otshisayo.

Uisaya 30

Uisaya 30:19-31