Uisaya 30:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngako oko uYehova uya kukha alinde, ukuze anibabale; ngako oko uya kukha akhwelele phezulu, ukuze abe nemfesane kuni; ngokuba nguThixo wogwebo uYehova; hayi, uyolo lwabo bonke abalindele kuye!

Uisaya 30

Uisaya 30:12-19