Uisaya 3:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa umntu aya kuthi abambelele kumzalwana wakhe endlwini kayise, athi, Unengubo wena, masiphathwe nguwe, oku kukhahleleka kube sesandleni sakho:

Uisaya 3

Uisaya 3:1-12