Uisaya 3:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova uya kungena ematyaleni namadoda amakhulu abantu bakhe, nabathetheli babo; esithi, Ke nina nisigqibile isidiliya; okuphangwe kusizana kusezindlwini zenu.

Uisaya 3

Uisaya 3:9-17