Uisaya 29:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yathi iNkosi, Ngenxa enokuba aba bantu besondela kum ngomlomo wabo, bendizukisa ngemilebe yomlomo wabo, intliziyo yabo beyikhwelelisele kude kum, nokundoyika kwabo kungumthetho wabantu abawufunda nje kodwa:

Uisaya 29

Uisaya 29:4-17