Uisaya 27:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ubushushu abukho kum; akwaba bekukho ubobo namakhakakhaka phambi kwam! Bendiya kugaleleka kuwo ngokulwa, bendiya kuwatshisa kanye.

Uisaya 27

Uisaya 27:3-9