Uisaya 26:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nangomphefumlo wam ndakúnqwenela ebusuku; inene, ngomoya wam phakathi kwam ndakúfuna kwakusasa; ngokuba xenikweni imigwebo yakho ibhekiswe ehlabathini, baya kufunda ubulungisa abemi belimiweyo.

Uisaya 26

Uisaya 26:1-17