Uisaya 26:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abafileyo abo abasayi kuba saphila; abangasekhoyo abo abasayi kuba savuka; ngoko ke ubavelele wabatshabalalisa, wakwenza kwadaka konke ukukhunjulwa kwabo.

Uisaya 26

Uisaya 26:10-20