Uisaya 26:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yehova, síbe siphakamile isandla sakho, àbabona; ke baya kulibona ikhwele lakho ngenxa yabantu, badane; ewe, umlilo mawubadle ababandezeli bakho.

Uisaya 26

Uisaya 26:6-18