Uisaya 26:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngaloo mini kuya kuvunywa le ngoma ezweni lakwaYuda, ithi, Yinqaba umzi wethu thina; úmisa iidonga nongqameko zibe lusindiso.

Uisaya 26

Uisaya 26:1-7