Uisaya 25:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Aya kuzaneka izandla zawo emthonyameni wawo, njengokuba indadi izaneka izandla ukuba idade; ke uYehova uya kulithoba ikratshi lawo, kunye nezigcaliselo zezandla zawo.

Uisaya 25

Uisaya 25:6-12