Uisaya 25:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yehova, unguThixo wam; ndiya kukuphakamisa, ndiya kubulela kwigama lakho; ngokuba wenzé imisebenzi ebalulekileyo, amacebo akho kwakude, ukunyaniseka, inyaniso.

Uisaya 25

Uisaya 25:1-4