Uisaya 24:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngenxa yoko lidliwe ihlabathi kukuqalekiswa, bathwele ityala abemiyo kulo; ngenxa yoko baphanzile abemi behlabathi, kwasala abantu abambalwa.

Uisaya 24

Uisaya 24:1-7