Uisaya 24:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba kuya kuba nje esazulwini sehlabathi lonke phakathi kwezizwe, kube njengasekuvuthululweni komnquma, njengasekubhikiceni ukuphela kokuvuna iidiliya.

Uisaya 24

Uisaya 24:5-22