Uisaya 23:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi, Akuyi kuba sabuya udlamke, nkazana idlwengulweyo, ntombi inguTsidon. Suk' ume, welela kumaKiti; nalapho akuyi kuba nakuphumla.

Uisaya 23

Uisaya 23:8-18