Uisaya 22:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngenxa yoko ndathi, Susani amehlo kum, ndikwenze kube krakra ukulila kwam; musani ukundizama ngokundithuthuzela ngenxa yokubhuqwa kwentombi yabantu bakowethu.

Uisaya 22

Uisaya 22:1-7