Uisaya 22:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baya kubuxhoma kuye bonke ubunzima bendlu kayise, amagatya neempakatha, yonke impahla encinane, kuthabathele empahleni ezizidendeleko, kuse empahleni yonke eyimiphanda.

Uisaya 22

Uisaya 22:19-25