Uisaya 2:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ùbalahlile abantu bakho, indlu kaYakobi; ngokuba bezele zizinto zasempumalanga, bengamatola njengamaFilisti, bebambene ngezandla nabantwana bezinye iintlanga.

Uisaya 2

Uisaya 2:1-8