Uisaya 2:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ukuze angene ezimfanteni zamawa nasemiqhokrweni yeengxondorha, ngenxa yokoyika uYehova, nangenxa yozuko lobungangamsha bakhe, ekuphakameni kwakhe ukuba angcangcazelise ilizwe.

Uisaya 2

Uisaya 2:18-22