Uisaya 19:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wóthiwa qongqololo umoya wamaYiputa phakathi kwawo; ndilingìnye icebo lawo, aquqele kwizithixo ezingento, nakwabadumzelayo, nakwabaneshologu, nakoosiyazi;

Uisaya 19

Uisaya 19:1-13