Uisaya 19:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova uthululele embilinini wayo umoya wobugwenxa, ukuba bayihlahlekise iYiputa ekwenzeni kwayo konke, njengokugxadazela kwenxila emhlanzweni walo.

Uisaya 19

Uisaya 19:8-19