Uisaya 18:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Onke aya kushiywa abe ngawamaxhalanga eentaba, abe ngawamarhamncwa elizwe; amaxhalanga adlulise ihlobo phezu kwawo, onke amarhamncwa elizwe adlulise ubusika phezu kwawo.

Uisaya 18

Uisaya 18:5-7