Uisaya 17:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yeha, ukuguguma kwezizwe ezininzi, ziguguma njengokuguguma kweelwandle! Yeha, ukungxola kwezizwe, zingxola njengokungxola kwamanzi anamandla!

Uisaya 17

Uisaya 17:2-14